KUMAHEBHERE 5:12-13

KUMAHEBHERE 5:12-13 XHO75

Kuba, nakuba benifanele ukuba ngabafundisi, ngenxa yokuba sekumzuzu nakholwayo, nibuye naswela umntu wokunifundisa iziqalelo zokuqala zezihlabo zikaThixo; nesuka naba ngabafanele ukusezwa amasi, ànaba ngabafanele ukudla okuqinileyo. Kuba bonke abasasezwa amasi àbanamava elizwi lobulungisa, kuba beziintsana.