Wathi uYehova kuKayin, Yini na ukuba uqumbe, yini na ukuba busangane ubuso bakho? Ukuba uthe walungisa, abuyi kuswabuluka ubuso yini na? Ukuba uthe akwalungisa, isono sibúthumile ngasesangweni, singxamele wena; ke wena, sílawule.
Funda IGENESIS 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IGENESIS 4:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo