Wathi uYehova, Yabona, abantu banye, bantetho-nye bonke bephela; yingqalo ke le yokwenza kwabo; kaloku abayi kunqatyelwa nto bayinkqangiyeleyo ukuyenza. Yizani, sihle, sidube khona apho intetho yabo, ngokokuze bangevani ngentetho.
Funda IGENESIS 11
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: IGENESIS 11:6-7
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo