Yiya uwahlanganise onke amaYuda anokufumaneka eShushan, niz ile ukudla ngenxa yam. Musani ukudla, musani ukusela, imihla ibe mithathu, ubusuku nemini. Mna kananjalo neempelesi zam siya kwenjenjalo ukuzila ukudla; ndenjènjalo ukuya kukumkani ngokungesesikweni, nditshabalale ukuba ndiyatshabalala.
Funda UESTERE 4
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: UESTERE 4:16
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo