Akukho nto ilungileyo ebantwini kunokuba badle, basele, bawubonise umphefumlo wabo okulungileyo emigudwini yabo. Kwanaloo nto ndiyibonile, ukuba ivela esandleni sikaThixo. Ngokuba ngubani na ongádlayo, ngubani na ongávayo ubumnandi, engenaye?
Funda INTSHUMAYELI 2
Yabelana
Thelekisa Zonke Iinguqulelo: INTSHUMAYELI 2:24-25
Gcina iivesi, funda ngaphandle kwe intanethi, bukela iividiyo zokufundisa, kunye nokunye!
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo