Uphawu lweYouVersion
Khetha Uphawu

OOKUMKANI I 17:13

OOKUMKANI I 17:13 XHO75

Wathi uEliya kuye, Musa ukoyika; yiya, wenze ngokwelizwi lakho; kodwa ke ndénzele isonkana ngawo ukuqala, undizisele, uzenzele ke wena nonyana wakho emveni koko.