1
uZekariya uZekariya 4:6
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yaza yaphendula yathi kum: “Nali ilizwi likaYehova kuZerubhabheli, lisithi: “Akungabukroti okanye ngamandla, kodwa kungomoya wam,” utsho uYehova wemikhosi.
Thelekisa
Phonononga uZekariya uZekariya 4:6
2
uZekariya uZekariya 4:10
Ngokuba ngubani na owoyidela imini yezinto ezincinane? kuba baya kuba nemihlali basibone isitovu esandleni sikaZerubhabheli naba basixhenxe; ngamehlo kaYehova akhangela ehlabathini lonke.
Phonononga uZekariya uZekariya 4:10
3
uZekariya uZekariya 4:9
Izandla zikaZerubhabheli zaseka le ndlu; nezandla zakhe ziya kuyigqiba; nazi ukuba uYehova wemikhosi undithumele kuni.
Phonononga uZekariya uZekariya 4:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo