1
KuTito KuTito 2:11-12
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kuba lubonakele kubantu bonke ubabalo lukaThixo, lulolusindisayo; lusiqeqesha ukuze sithi, sikuncama ukungahloneli Thixo nokukhanuka okukokwehlabathi, sihlale ngokunesidima, nangokubulungisa, nangokuhlonela uThixo, kweli phakade langoku
Thelekisa
Phonononga KuTito KuTito 2:11-12
2
KuTito KuTito 2:13-14
silinde ithemba elinoyolo, nembonakalo yobuqaqawuli boThixo omkhulu, uMsindisi wethu uYesu Kristu; owazinikelayo ngenxa yethu, ukuze asikhulule kubo bonke ubugwenxa, asihlambululele abantu abayinqobo kuye, abazondelela imisebenzi emihle.
Phonononga KuTito KuTito 2:13-14
3
KuTito KuTito 2:7-8
Ezintweni zonke uze uzibonakalise ungumzekelo wemisebenzi emihle: emfundisweni ubonakala ekungonakali, ukundileka, nokunyaniseka, Ilizwi eliphilileyo, elingenakugwetywa; ukuze ochasayo abe neentloni, engenanto imbi yakuthetha ngani.
Phonononga KuTito KuTito 2:7-8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo