1
IsiThyilelo IsiThyilelo 18:4
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ndaza ndeva elinye izwi liphuma ezulwini lisithi: “Phumani kuyo, bantu bam, ukuze ningadlelani nayo ngezono zayo, nokuze ningamkeliswa kwizibetho zayo.
Thelekisa
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 18:4
2
IsiThyilelo IsiThyilelo 18:2
Sadanduluka ngamandla, ngezwi elikhulu, sisithi, Iwile, iwile iBhabheli enkulu, yaba likhaya leedemon, nentolongo yoomoya bonke abangcolileyo, nentolongo yeentaka zonke ezingcolileyo, ezithiyekileyo.
Phonononga IsiThyilelo IsiThyilelo 18:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo