1
Iindumiso Iindumiso 97:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
Nina nithanda uYehova, kuthiyeni okubi; Ulondoloza umphefumlo wabo bamthandayo; Uyabasindisa esandleni sabangendawo.
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 97:10
2
Iindumiso Iindumiso 97:12
Vuyani ngoYehova, nina malungisa; kwaye masibe nombulelo ngokukhumbula uzuko lwakhe.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 97:12
3
Iindumiso Iindumiso 97:11
Ukukhanya kuhlwayelwe ilungisa, Uvuyo luhlwayelelwe abantliziyo zithe tye.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 97:11
4
Iindumiso Iindumiso 97:9
Kuba wena, Yehova, ungaphezu kwehlabathi lonke, ungaphezu koothixo bonke.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 97:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo