1
Iindumiso Iindumiso 94:19
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ebuninzini beengcinga-ngcinga zam, iintuthuzelo zakho ziyawuyolisa umphefumlo wam.
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 94:19
2
Iindumiso Iindumiso 94:18
Xa ndithi, Lwatyibilika unyawo lwam; Yehova, inceba yakho indixhase.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 94:18
3
Iindumiso Iindumiso 94:22
Kodwa uYehova uyindawo yam yokusabela; yaye uThixo wam liliwa endisabela kulo.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 94:22
4
Iindumiso Iindumiso 94:12
Yehova, hayi, uyolo lomntu okuthethisayo, omfundisa umyalelo wakho
Phonononga Iindumiso Iindumiso 94:12
5
Iindumiso Iindumiso 94:17
Ukuba akathanga uYehova andincede, Umphefumlo wam ubuzola.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 94:17
6
Iindumiso Iindumiso 94:14
Kuba uYehova akayi kubagxotha abantu bakhe, engayi kulishiya nelifa lakhe.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 94:14
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo