1
Iindumiso Iindumiso 59:16
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ke mna ndiya kuvuma ngamandla akho; ewe, ngomso ndiya kuvuma ngenceba yakho, Kuba ubuyingxonde kum, nehlathi lam ngemini yokubandezelwa kwam.
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 59:16
2
Iindumiso Iindumiso 59:17
Uligwiba lam, ndikubethela uhadi, ungamandla am, ngokuba uThixo ulihlathi lam, unguThixo onenceba.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 59:17
3
Iindumiso Iindumiso 59:9-10
Ngenxa yamandla akhe ndithembele kuwe, Ngokuba uThixo ulihlathi lam. uThixo wam uya kundikhawulela ngenceba yam; uThixo uya kundibonisa oko ndikunqwenelayo ezintshabeni zam.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 59:9-10
4
Iindumiso Iindumiso 59:1
EyokuQala kweemvumi, kaAltaskite, kaMikitam kaDavide, ekuthumeleni kukaSawule, ukuba bayigcine indlu kumbulali. Thixo wam, ndihlangule ezintshabeni zam
Phonononga Iindumiso Iindumiso 59:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo