1
Iindumiso Iindumiso 36:9
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ngokuba iqula lobomi likuwe; ekukhanyeni kwakho sobona ukukhanya.
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 36:9
2
Iindumiso Iindumiso 36:7
Hayi, ubukhulu benceba yakho, Thixo! ngenxa yoko oonyana babantu bakholose ngomthunzi wamaphiko akho.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 36:7
3
Iindumiso Iindumiso 36:5
Yehova, isemazulwini inceba yakho; Ukuthembeka kwakho kufikelela esibhakabhakeni.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 36:5
4
Iindumiso Iindumiso 36:6
Ubulungisa bakho bunjengeentaba ezinkulu; Zinzulu kakhulu izigwebo zakho; Yehova, uyamkhusela umntu nesilwanyana.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 36:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo