1
Iindumiso Iindumiso 109:30
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ndiya kumdumisa kakhulu uYehova ngomlomo wam; ewe, ndiya kumdumisa phakathi kwezihlwele.
Thelekisa
Phonononga Iindumiso Iindumiso 109:30
2
Iindumiso Iindumiso 109:26
Ndincede, Yehova, Thixo wam, ndisindise ngokwenceba yakho
Phonononga Iindumiso Iindumiso 109:26
3
Iindumiso Iindumiso 109:31
Kuba emi ekunene kolihlwempu, Ukuba amsindise kwabawugxekayo umphefumlo wakhe.
Phonononga Iindumiso Iindumiso 109:31
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo