1
uMateyu uMateyu 3:8
Contemporary Xhosa Bible 2024
Velisani ngoko iziqhamo eziyifaneleyo inguquko
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 3:8
2
uMateyu uMateyu 3:17
Nalo izwi liphuma ezulwini, lisithi, Lo nguNyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguye.
Phonononga uMateyu uMateyu 3:17
3
uMateyu uMateyu 3:16
Ebhaptiziwe ke uYesu, wenyuka kwaoko emanzini, lasuka lavuleka izulu kuye, wambona uMoya kaThixo esihla njengehobe, esiza phezu kwakhe.
Phonononga uMateyu uMateyu 3:16
4
uMateyu uMateyu 3:11
Mna okunene ndinibhaptizela enguqukweni ngamanzi; kodwa lowo uzayo emva kwam unamandla kunam, ozimbadada ndingakulingeneyo ukuziphatha; yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele nangomlilo
Phonononga uMateyu uMateyu 3:11
5
uMateyu uMateyu 3:10
Kaloku izembe selibekiwe engcanjini yemithi, ngoko wonke umthi ongavelisi siqhamo sihle, uyagawulwa, uphoswe emlilweni.
Phonononga uMateyu uMateyu 3:10
6
uMateyu uMateyu 3:3
Kuba lo nguye awayethetha yena uIsaya umprofeti, esithi, Izwi lodandulukayo entlango, lisithi, Yilungiseni indlela yeNkosi, Wutyenenezeni umendo wayo.
Phonononga uMateyu uMateyu 3:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo