1
uMateyu uMateyu 22:37-39
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wathi ke uYesu kuye, Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangengqondo yakho iphela. Lo ngowokuqala nomkhulu umthetho. Owesibini ke ufana nawo: Uze umthande ummelwane wakho ngoko uzithanda ngako.
Thelekisa
Phonononga uMateyu uMateyu 22:37-39
2
uMateyu uMateyu 22:40
Kule mithetho yomibini kuxhomekeke umyalelo uphela nabaprofeti.
Phonononga uMateyu uMateyu 22:40
3
uMateyu uMateyu 22:14
Kuba baninzi ababiziweyo, ke bambalwa abanyuliweyo.
Phonononga uMateyu uMateyu 22:14
4
uMateyu uMateyu 22:30
Kuba eluvukweni abazeki, abendiswa; banjengezithunywa zikaThixo emazulwini.
Phonononga uMateyu uMateyu 22:30
5
uMateyu uMateyu 22:19-21
Ndiboniseni iqhosha lerhafu. Bamzisela ke idenariyo. Athi kubo, Ngokabani na lo mfanekiso nombhalo? Bathi kuye, NgokaKesare. Athi kubo, Ngoko ke buyiselani izinto zikaKesare kuKesare; nezinto zikaThixo kuThixo.
Phonononga uMateyu uMateyu 22:19-21
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo