1
uLuka uLuka 10:19
Contemporary Xhosa Bible 2024
Niyabona, ndininika igunya lokunyathela phezu kweenyoka noonomadudwane, naphezu kwawo onke amandla alo utshaba; kanjalo akukho nto ingakhe inenzakalise.
Thelekisa
Phonononga uLuka uLuka 10:19
2
uLuka uLuka 10:41-42
Waphendula ke uYesu wathi kuye, Marta, Marta, uzixhalabise ngezinto ezininzi; Inye yona into efunekayo; uMariya ke unyule eso sabelo silungileyo, singayi kususwa kuye.
Phonononga uLuka uLuka 10:41-42
3
uLuka uLuka 10:27
Waphendula ke wathi, Uze uyithande iNkosi uThixo wakho ngentliziyo yakho iphela, nangomphefumlo wakho uphela, nangamandla akho ephela, nangengqondo yakho iphela, nommelwane wakho njengoko uzithanda ngako.
Phonononga uLuka uLuka 10:27
4
uLuka uLuka 10:2
Yayisithi ngoko kubo, Ukuvuna okunene kuninzi, kodwa bona abasebenzi bambalwa; khungani ngoko eNkosini yokuvuna, ikhuphe abasebenzi, baye ekuvuneni kwayo.
Phonononga uLuka uLuka 10:2
5
uLuka uLuka 10:36-37
Nguwuphi na kwabo bathathu ngoko, othi wena, waba ngummelwane walowo wagaxeleka ezihangeni? Uthe ke yena, Ngulowo wamenzela inceba. Wathi ngoko uYesu kuyo, Hamba uye kwenjenjalo nawe.
Phonononga uLuka uLuka 10:36-37
6
uLuka uLuka 10:3
Hambani; niyabona, mna ndinithuma njengeemvana phakathi kweengcuka.
Phonononga uLuka uLuka 10:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo