1
iZililo Izililo 3:22-23
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ziinceba zikaYehova le nto ingasayi kutshabalala, ngokuba ingunaphakade inceba yakhe. Iyahlaziyeka imiso ngemiso; kukhulu ukuthembeka kwakho.
Thelekisa
Phonononga iZililo Izililo 3:22-23
2
iZililo Izililo 3:24
Isabelo sam nguYehova, utsho umphefumlo wam; ke ngoko, ndiya kumthemba.
Phonononga iZililo Izililo 3:24
3
iZililo Izililo 3:25
uYehova unguThixo kwabakholose ngaye, kumphefumlo omquqelayo.
Phonononga iZililo Izililo 3:25
4
iZililo Izililo 3:40
Masizihlole, sizivavanye iindlela zethu, size sibuyele kuYehova.
Phonononga iZililo Izililo 3:40
5
iZililo Izililo 3:57
Usondele imini endakubizayo; ubusithi, Musa ukoyika.
Phonononga iZililo Izililo 3:57
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo