1
uYeremiya uYeremiya 24:7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ndobanika nentliziyo yokundazi, ukuba ndinguYehova; kwaye baya kuba ngabantu bam, mna ndibe nguThixo wabo; ngokuba baya kubuyela kum ngentliziyo yabo yonke.
Thelekisa
Phonononga uYeremiya uYeremiya 24:7
2
uYeremiya uYeremiya 24:6
Ndiya kulimisela okulungileyo iliso lam kubo, ndibabuyisele kweli lizwe; ndiya kubakha, ndingabagungxuli; ndibatyale, ndingabagungxuli.
Phonononga uYeremiya uYeremiya 24:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo