1
uIsaya uIsaya 64:4
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kususela kwasephakadeni, abantu abevanga, abamamelanga nangendlebe, ababonanga ngeliso uThixo, ingenguwe, izinto owazilungisela abo balindele kuye.
Thelekisa
Phonononga uIsaya uIsaya 64:4
2
uIsaya uIsaya 64:8
Kaloku ke, Yehova, ungubawo; siludongwe, yaye wena ungumenzi wethu; thina sonke singumsebenzi wesandla sakho.
Phonononga uIsaya uIsaya 64:8
3
uIsaya uIsaya 64:6
Ke thina sinjengento eyinqambi sonke siphela, nanjengengubo emdaka yonke ubulungisa bethu; siya kubuna sonke njengegqabi; nobugwenxa bethu busithabathe njengomoya.
Phonononga uIsaya uIsaya 64:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo