1
iNtshumayeli Intshumayeli 1:18
Contemporary Xhosa Bible 2024
Ngokuba ebuninzini bobulumko, kukho iintlungu ezininzi
Thelekisa
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 1:18
2
iNtshumayeli Intshumayeli 1:9
Okwakuyikho, kuya kubakho; kuya kwenzeka ntoni na; akukho nto intsha phantsi kwelanga.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 1:9
3
iNtshumayeli Intshumayeli 1:8
Yonke into inomsebenzi; alihluthi iliso kukubona, nendlebe ayihluthi kukuva.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 1:8
4
iNtshumayeli Intshumayeli 1:2-3
Amampunge awo amampunge, itsho iNtshumayeli, amampunge awo amampunge; yonke into ingamampunge. Unalungelo lini umntu emigudwini yakhe yonke, ayenzayo phantsi kwelanga?
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 1:2-3
5
iNtshumayeli Intshumayeli 1:14
Ndizibonile ke zonke izenzo ezenziwayo phantsi kwelanga; yabona, ingamampunge neentuthumbo zomphefumlo.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 1:14
6
iNtshumayeli Intshumayeli 1:4
Kumka esinye isizukulwana, kuza esinye isizukulwana, kodwa elimiweyo limi ngonaphakade.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 1:4
7
iNtshumayeli Intshumayeli 1:11
Izinto zokuqala azikhunjulwa; Kanjalo, abo baya kuza, abasayi kukhunjulwa nabaza emva kwabo.
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 1:11
8
iNtshumayeli Intshumayeli 1:17
Intliziyo yam ndayinikela ekwazini ubulumko, nasekwazini ubugeza nobuyatha
Phonononga iNtshumayeli Intshumayeli 1:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo