1
iDuteronomi iDuteronomi 7:9
Contemporary Xhosa Bible 2024
Yazi ke ngoku, ukuba uYehova uThixo wakho nguye uThixo, uThixo wenyaniso, obagcinelayo umnqophiso nenceba abamthandayo, abayigcinayo imithetho yakhe, ase ewakeni lezizukulwana
Thelekisa
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 7:9
2
iDuteronomi iDuteronomi 7:6
Ngokuba uluhlanga olungcwele kuYehova uThixo wakho; uYehova uThixo wakho uninyule ukuba nibe ngabantu bakhe abakhethekileyo ngaphezu kwezizwe zonke zehlabathi.
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 7:6
3
iDuteronomi iDuteronomi 7:8
Kodwa ngenxa yokunithanda kukaYehova nokusigcina kwakhe isifungo awasifungela ookhokho benu, uYehova unikhuphe ngesandla esomeleleyo waza wanikhulula kwindlu yamakhoboka esandleni sikaFaro, ukumkani waseYiputa.
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 7:8
4
iDuteronomi iDuteronomi 7:7
uYehova akanithandanga yaye akaninyulanga, ngenxa yokuba naningaphezu kweentlanga zonke; ngokuba ubuyena umncinci kubo bonke abantu.
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 7:7
5
iDuteronomi iDuteronomi 7:14
Wosikeleleka ngaphezu kweentlanga zonke; akusayi kubakho nto ingazaliyo, nasezinkomeni zakho
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 7:14
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo