1
iDuteronomi iDuteronomi 15:10
Contemporary Xhosa Bible 2024
Mnike, ingabi mbi intliziyo yakho, xa uthe wamnika; ngokuba uYehova uThixo wakho wokusikelela ngenxa yale nto kuyo yonke imisebenzi yakho, nakweyonke into oya kuyibamba ngesandla sakho.
Thelekisa
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 15:10
2
iDuteronomi iDuteronomi 15:11
Kuba amahlwempu akasayi kuba saphela ehlabathini; ngenxa yoko ndikuwisela umthetho, ndithi, vula isandla sakho kumzalwana wakho ofunyenweyo, olihlwempu ezweni lakho.
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 15:11
3
iDuteronomi iDuteronomi 15:6
Ngokuba uYehova uThixo wakho uya kukusikelela njengoko wathethayo kuwe, woboleka iintlanga ezininzi ngezibambiso, ke wena ungabolekisi ngazo; uya kulawula iintlanga ezininzi, ke zona aziyi kukulawula.
Phonononga iDuteronomi iDuteronomi 15:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo