1
KwabaseKolose KwabaseKolose 2:6-7
Contemporary Xhosa Bible 2024
Njengokuba ngoko namamkelayo uKristu Yesu iNkosi, hambani kuye; Nndele nakhelwe kuye, naqiniswa elukholweni njengoko nafundiswayo nafezeka kulo ngumbulelo.
Thelekisa
Phonononga KwabaseKolose KwabaseKolose 2:6-7
2
KwabaseKolose KwabaseKolose 2:8
Lumkani, kungabikho bani unithimbayo ngayo intanda-bulumko, nangokulukuhla okungento yanto, ngokwesithethe sabantu, ngokweziqalelo zehlabathi, kungengokukaKristu.
Phonononga KwabaseKolose KwabaseKolose 2:8
3
KwabaseKolose KwabaseKolose 2:13-14
Nani, nifile nje ziziphoso nakukungaluki kwenyama yenu, unidlise ubomi ndawonye naye, enixolele zonke iziphoso. Wawucima umbhalo wemithetho ochasene nathi, owawuchasene nathi, wasisusa ngokuwubethelela emnqamlezweni
Phonononga KwabaseKolose KwabaseKolose 2:13-14
4
KwabaseKolose KwabaseKolose 2:9-10
Kuba kuhleli kuye konke ukuzaliseka kobuThixo ngokomzimba; nigqibelele kuye, oyintloko yabo bonke ubulawuli negunya
Phonononga KwabaseKolose KwabaseKolose 2:9-10
5
KwabaseKolose KwabaseKolose 2:16-17
Makungabikho mntu ngoko unigwebayo ngento edliwayo, nangento eselwayo, nangendawo yomthendeleko, nangenyanga ethwasileyo, nangeesabatha; Ezi sisithunzi sezinto ezizayo; ke wona umzimba ngokaKristu.
Phonononga KwabaseKolose KwabaseKolose 2:16-17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo