1
iZenzo iZenzo 10:34-35
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wawuvula ke uPetros umlomo wakhe, wathi, Ndiyaqiqa okwenyaniso ukuba uThixo akamkhethi wabuso bamntu; kwiintlanga zonke, lowo umoyikayo, asebenze ubulungisa, wamkelekile kuye.
Thelekisa
Phonononga iZenzo iZenzo 10:34-35
2
iZenzo iZenzo 10:43
Ngaye bonke abaprofeti bangqina ngaye ukuba ngegama lakhe bonke abakholwayo kuye bofumana uxolelo lwezono.
Phonononga iZenzo iZenzo 10:43
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo