1
oOKumkani 2 OOKumkani 2-18:5
Contemporary Xhosa Bible 2024
Wakholosa ngoYehova uThixo kaSirayeli; kangangokuba emva kwakhe akuzange kubekho unjengaye kubo bonke ookumkani bakwaYuda nakubo bonke abo babengaphambi kwakhe.
Thelekisa
Phonononga oOKumkani 2 OOKumkani 2-18:5
2
oOKumkani 2 OOKumkani 2-18:6
Ngenxa enokuba wanamathela kuYehova, akatyeka kuye; wayigcina imithetho abethe uYehova wayiwisela uMoses.
Phonononga oOKumkani 2 OOKumkani 2-18:6
3
oOKumkani 2 OOKumkani 2-18:7
uYehova waba naye; naphi na apho aya khona, waphumelela, wagwilika kukumkani waseAsiriya, akamkhonza.
Phonononga oOKumkani 2 OOKumkani 2-18:7
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo