1
KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:15-16
Contemporary Xhosa Bible 2024
iNkosi ke iNkosi yingcwaliseni ezintliziyweni zenu, nihlale ke nikulungele ukuziphendulela kumntu wonke obuzayo kuni ilizwi, ngalo ithemba elingaphakathi kwenu, ninobulali noloyiko; ukuba nesazela esilungileyo; ukuze kuloo nto banithethela kakubi, ngathi ningabenzi bokubi, badane abo bayigxekayo ihambo yenu elungileyo kuKristu.
Thelekisa
Phonononga KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:15-16
2
KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:12
Ngokuba amehlo eNkosi aphezu kwamalungisa, neendlebe zayo zisingisele esikhungweni sawo; ke ubuso beNkosi buphezu kwabenza okubi.
Phonononga KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:12
3
KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:3-4
Ukuhomba kwenu makungabi kokwangaphandle, kokulukwa kweenwele, nokunxitywa kwegolide, nokwambathwa kweengubo; Makube kokomntu ofihlakeleyo wentliziyo, ovethe ukungonakali, umoya onobulali, ozolileyo, oxabiso likhulu emehlweni kaThixo.
Phonononga KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:3-4
4
KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:10-11
Kuba Lowo unga angathanda ubomi, Ayibone imihla elungileyo, Makaluphezise ulwimi lwakhe ebubini, Nomlomo wakhe ungathethi nkohliso. Makaphambuke ebubini, enze okulungileyo; makafune uxolo, aluphuthume.
Phonononga KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:10-11
5
KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:8-9
Elokugqiba, cingani nto-nye nonke, velanani, thandanani njengabazalwana, yibani nemfesane kakhulu, yibani nembeko; Ningabuyekezi ububi ngobubi, nokutshabhisa ngokutshabhisa; nisazi nje ukuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.
Phonononga KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:8-9
6
KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:13
Ngubani na yena owonona, ukuba nithe naba ngabalandeli bokulungileyo?
Phonononga KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:13
7
KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:11
Makaphambuke ebubini, enze okulungileyo; makafune uxolo, aluphuthume.
Phonononga KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:11
8
KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:17
Ukuba ke kukuthanda kukaThixo ukuba nive ubunzima, okona kunilungeleyo kukubuva nisenza okulungileyo, kunokubuva nisenza okubi.
Phonononga KaPetros 1 KaPetros 1 – 3:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo