1
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:18
Contemporary Xhosa Bible 2024
Bantwanana bam, masingathandi ngazwi nangamlomo; kodwa ngezenzo nangenyaniso.
Thelekisa
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:18
2
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:16
Ngale nto silwazile uthando, kuba yena wasincamela ubomi bakhe; nathi ke sifanele ukubancamela abazalwana ubomi bethu.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:16
3
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:1
Bonani uthando olungaka asenzele lona uYise, olu lokuba sibizwe ngokuba singabantwana bakaThixo. Ngenxa yoko ihlabathi alisazi thina, ngokuba lingamazanga yena.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:1
4
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:8
Lowo usenzayo isono ungokaMtyholi; ngokuba uMtyholi wona kwasekuqalekeni. Wabonakaliselwa oku uNyana kaThixo, ukuze ayichithe imisebenzi kaMtyholi.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:8
5
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:9
Bonke abazelwe nguThixo abenzi sono; ngokuba imbewu yakhe ihleli kuye; kanjalo akanakona, ngokuba ezelwe nguThixo.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:9
6
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:17
Osukuba ke enayo impilo yeli hlabathi, aze ambone umzalwana wakhe eswele, azivalele iimfesane zakhe kuye, luthini na ukuhlala uthando lukaThixo ngaphakathi kwakhe?
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:17
7
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:24
Lowo uyigcinayo imithetho yakhe uhleli kuye, naye uhleli kuye. Sazi ngale nto ke, ukuba uhleli kuthi ngoMoya lo wasinikayo.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:24
8
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:10
Babonakala ngaloo nto abantwana bakaThixo, nabantwana bakaMtyholi. Bonke abangenzi bulungisa abangabakaThixo, nalowo ungamthandiyo umzalwana wakhe.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:10
9
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:11
Ngokuba le yintshumayelo enayivayo kwasekuqalekeni, ukuba sithandane
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:11
10
KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:13
Musani ukumangaliswa, bazalwana bam, ukuba ihlabathi linithiyile.
Phonononga KaYohane 1 KaYohane 1 – 3:13
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo