1
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako ke, asi kokwotandayo, asi kokwobalekayo kanjalo, koko kuko KUKATIXO owenza ngetaṙu.
Thelekisa
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:16
2
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:15
Ngokuba esiti ku‐Mosesi: Ndoba netaṙu kosukuba endinetaṙu kuye, ndandiya kuba nenceba kosukuba endinenceba kuye.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:15
3
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:20
Hai gxebe, mntundini! ungubanina wena opind’ ukupendula KUTIXO? Into edaliweyo iya kutsho na koyidalileyo ukuti: Yinina ukuba wandenza ngokunjalo?
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:20
4
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:18
Ngako ke, lowo atandayo, unetaṙu kuye; nalowo atandayo, uyamenza lukuni.
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:18
5
Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:21
Umbumbi akanamandla pezu kwodongwe na, ukuba ati ngesimba elikwa linye enze enye impahla ibe yenokubekwa, nenye ibe yengenakubekwa?
Phonononga Incwadi ka‐Paulusi kuma‐Roma 9:21
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo