Emveni kwoku ndabona, kekaloku bona ke, isihlwele esikulu, ekungeko namnye ongasibalayo, sivela kuzo zonke intlanga, nezizwe, nabantu, nenteto, bemi pambi kweterone napambi KWEMVANA, bezambete ingubo ezimhlope, benamagatya emiti yepalime ezandleni zabo