Kanjalo izidalwa ezipilileyo zozine, zonke ngazinye, zibe zinamapiko amatandatu ezinye ngezinye ngokungqonga, zizele ngamehlo pakati, zingenakupumla nasemini nasebusuku, zisiti: Ingcwele, ingcwele, ingcwele INKOSI e NGUTIXO engusomandla, ebiko, ekoyo, ezayo.