1
Isityilo sika‐Johane 2:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Koko ndinako oku ngakuwe, ukuba utando lwako lwokuqala ulushiyile.
Thelekisa
Phonononga Isityilo sika‐Johane 2:4
2
Isityilo sika‐Johane 2:5
Kumbula ngoko apo uwe kona, uguquke, wenze eyokuqala imisebenzi: okanye, ndiyeza kuwe msinya, ndandiya kukwelelisa ikandelare yako endaweni yayo, ukuba akuguquki.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 2:5
3
Isityilo sika‐Johane 2:10
Ungoyiki nanye yezonto uza kuziva zona: bona ke, u‐Satane uza kuniposa inxenye entolongweni, ukuze nilingwe: naniya kuba nembandezelo imihla elishumi: yiba unyanisekile kude kube sekufeni, ndandiya kukunika isitsaba sobomi.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 2:10
4
Isityilo sika‐Johane 2:7
Onendlebe makeve into UMOYA ayitshoyo kuzo iṙemente: Owoyisayo ndiya kumnika ukuba adle kuwo umti wobomi, opakati kwayo iparadisi KATIXO.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 2:7
5
Isityilo sika‐Johane 2:2
Ndiyazi imisebenzi yako, nomzamo wako, nomonde wako, nokokuba akungenyamezele abakohlakeleyo; nokuba ubalingile abo batshoyo ukuti bangabapostile, kanti abangabo, wabafumana ukuba bangamaxoki
Phonononga Isityilo sika‐Johane 2:2
6
Isityilo sika‐Johane 2:3
ewe wanyamezela, unomonde ke, uzamile ngenxa yegama lam kanjalo, akudinwanga ke.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 2:3
7
Isityilo sika‐Johane 2:17
Onendlebe makeve into UMOYA ayitshoyo kuzo iṙemente: Owoyisayo ndiya kumnika ukuba adle kuyo imana efihlakeleyo; ndandiya kumnika ilitye elimhlope, napezu kwelitye elo igama elitsha liba̔liwe, ekungeko mntu olaziyo, kupela ngulowo olamkelayo.
Phonononga Isityilo sika‐Johane 2:17
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo