1
Isityilo sika‐Johane 18:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndaza ndeva elinye ilizwi livela ezulwini, lisiti: Pumani kuyo, bantu bam! ukuze ningabi nabudlelana nezono zayo, nokuze ningamkeli kuzo izibetwa zayo
Thelekisa
Phonononga Isityilo sika‐Johane 18:4
2
Isityilo sika‐Johane 18:2
Yaza yadanduluka ngamandla, ngelizwi elikulu, isiti: Iwile, iwile i‐Babilone enkulu, yaba yindawo yokuhlala yedemoni, nesikundla sabo bonke omoya abanco̔lileyo, nesikundla sazo zonke intaka ezinco̔lileyo nezitiyekileyo
Phonononga Isityilo sika‐Johane 18:2
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo