1
Amaculo 79:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Sincede, TIXO wosindiswa lwetu! ngenxa yobungcwalisa begama lako: uze usikulule, uxolele izono zetu, ngenxa yegama lako.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 79:9
2
Amaculo 79:13
Kukona tina bantu bako nezimvu zesidlelo sako siya kubulela kuwe kude kube ngunapakade: soshumayela udumo lwako kwisizukulwana ngesizukulwana.
Phonononga Amaculo 79:13
3
Amaculo 79:8
Zungakumbuli ngakuti inkohlakalo zangapambili; inceba zako mazisipangele kamsinya; ngokuba sitotyelwe pantsi kakulu.
Phonononga Amaculo 79:8
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo