1
Amaculo 69:30
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndiya kudumisa igama LIKATIXO ngeculo, ndimenze mkulu ngombulelo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 69:30
2
Amaculo 69:13
Kodwa mna, ukutandaza kwam kukuwe, YEHOVA! ngexesha elikolekileyo: TIXO! ngobuninzi bobubele bako ndipendule, ngenyaniso yosindiso lwako.
Phonononga Amaculo 69:13
3
Amaculo 69:16
Ndive, YEHOVA! ngokuba ububele bako bulungile; beka kum ngabo ubuninzi benceba zako.
Phonononga Amaculo 69:16
4
Amaculo 69:33
Ngokuba UYEHOVA esiva amahlwempu, engadeli nababanjwa bake.
Phonononga Amaculo 69:33
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo