1
Amaculo 65:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Hai itamsanqa loqashwayo nguwe, nomsondezayo ukuba ahlale emakusini ako! siya kukoliswa kukulunga kwendlu yako, kwetempile yako engcwele.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 65:4
2
Amaculo 65:11
Uhombisile umnyaka ngobubele bako; ziti indlela zako zitontsele ubunqata.
Phonononga Amaculo 65:11
3
Amaculo 65:5
Uya kusipendula ngezinto ezoyikekileyo ngobulungisa, TIXO wosindiswa lwetu! wena ulitemba lazo zonke incam zomhlaba, nelabakude elwandle
Phonononga Amaculo 65:5
4
Amaculo 65:3
Indawo zenkohlakalo ziyandoyisa; izigqito zetu uya kuzixolela wena.
Phonononga Amaculo 65:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo