1
Amaculo 53:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
IGEZA liti entliziyweni yalo: Akuko TIXO. Bonakele, benze inkohlakalo ezondekileyo; akuko owenza okulungileyo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 53:1
2
Amaculo 53:2
UTIXO esezulwini wakangela pantsi pezu kwonyana babantu, ukubona ukuba kuko na oqondayo, ofuna UTIXO.
Phonononga Amaculo 53:2
3
Amaculo 53:3
Bahlehlile bonke, badlubukile kunye; akuko owenza okulungileyo, noko amnye.
Phonononga Amaculo 53:3
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo