1
Amaculo 51:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndidalele intliziyo eyingcwele, TIXO! uwuhlaziye umoya olungileyo pakati kwam.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 51:10
2
Amaculo 51:12
Buyisela kum uvuyo lwosindiso lwako; umoya ovumayo maundixase.
Phonononga Amaculo 51:12
3
Amaculo 51:11
Zungandilahli ebusweni bako; no‐Moya wako oyi‐Ngcwele ungamsusi kum.
Phonononga Amaculo 51:11
4
Amaculo 51:17
Amadini KATIXO angumoya owapukileyo; intliziyo eyapukileyo negqobokileyo akuyi kuyidela, TIXO!
Phonononga Amaculo 51:17
5
Amaculo 51:1-2
YIBA nofefe kum, TIXO! kwa njengabo ububele bako: njengobuninzi benceba zako, cima izigqito zam. Ndihlanze kunene enkohlakalweni yam, undihlambulule esonweni sam.
Phonononga Amaculo 51:1-2
6
Amaculo 51:7
Ndihlambulule ngehisope, ndandiya kuba yingcwele; ndihlanze, ndandiya kugqitisa ingqweqwe ngokuba mhlope.
Phonononga Amaculo 51:7
7
Amaculo 51:4
Kungakuwe, ngakuwe wedwa endonileyo, ndenza okukohlakeleyo emehlweni ako: kukona ulungile ekuteteni kwako, ungcwele ekugwebeni kwako.
Phonononga Amaculo 51:4
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo