1
Amaculo 44:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Simdumisile UTIXO imini yonke; sasiya kubulela egameni lako kude kube ngunapakade. Sela.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 44:8
2
Amaculo 44:6-7
Ngokuba ndingayi kutemba isipeta sam, neṙele lam aliyi kundisindisa. Nguwe osisindisileyo ezintshabeni zetu; nguwe obadanisileyo abo basitiyayo.
Phonononga Amaculo 44:6-7
3
Amaculo 44:26
Pakama ube luncedo lwetu, usikulule ngenxa yobubele bako.
Phonononga Amaculo 44:26
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo