1
Amaculo 36:9
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba unawe umtombo wokudliwa kwobomi; sobona ukukanya kwa sekukanyeni kwako.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 36:9
2
Amaculo 36:7
Hai ukunqaba kwobubele bako, TIXO! ngako onyana babantu bopepela esitunzini samapiko ako.
Phonononga Amaculo 36:7
3
Amaculo 36:5
YEHOVA! ububele bako bufikelela ezulwini, nenyaniso yako kude kube semafini.
Phonononga Amaculo 36:5
4
Amaculo 36:6
Ubulungisa bako bunjengentaba ZIKATIXO; izigwebo zako ziyinzulu enkulu: uyalondoloza abantu nenkomo, YEHOVA!
Phonononga Amaculo 36:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo