1
Amaculo 32:8
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndokufundisa, ndikubonise ngendlela oya kuhamba ngayo: ndokunika icebo, ndibeke iliso lam pezu kwako.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 32:8
2
Amaculo 32:7
Uyindawo yam yokupepela wena; uya kundilondoloza ebunzimeni; uya kundipahla ngemigcobo yenkululo. Sela.
Phonononga Amaculo 32:7
3
Amaculo 32:5
Ndasazisa kuwe isono sam, nenkohlakalo yam andiyigubungelanga. Ndati: Ndiya kuxela izigqito zam KUYEHOVA; waza wena waxolela ityala lesono sam. Sela.
Phonononga Amaculo 32:5
4
Amaculo 32:1
HAI itamsanqa lozigqito zixolelweyo, losono siselelweyo!
Phonononga Amaculo 32:1
5
Amaculo 32:2
Hai itamsanqa lomntu UYEHOVA angabaleli kuye inkohlakalo, nokungeko emoyeni wake inkohliso!
Phonononga Amaculo 32:2
6
Amaculo 32:6
Ngenxa yoku kwotandaza kuwe bonke ababedeshayo, ngexesha ongafunyanwa ngalo: ngahlekana emsingeni wamanzi amaninzi akayi kusondela kubo.
Phonononga Amaculo 32:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo