1
Amaculo 16:11
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Uya kundazisa indlela yobomi: ebusweni bako kuko ubuninzi bovuyo; ngesokunene isandla sako kuko iziyolo ezingunapakade.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 16:11
2
Amaculo 16:8
UYEHOVA ndimbekile pambi kwam futi: engasekunene kum nje, andisayi kushukunyiswa.
Phonononga Amaculo 16:8
3
Amaculo 16:5
UYEHOVA usisabelwa sesahlulo sam, nesendebe yam: wena uyagcina iqashiswa lam.
Phonononga Amaculo 16:5
4
Amaculo 16:7
Ndiya kumbonga UYEHOVA, ondinika icebo: kanjalo izintso zam ziyandiluleka ngamaxesha asebusuku.
Phonononga Amaculo 16:7
5
Amaculo 16:6
Intambo zokulinganisa ziwe kum ezindaweni ezimnandi; ewe, lilifa elihle elilelam.
Phonononga Amaculo 16:6
6
Amaculo 16:1
NDILONDOLOZE, TIXO! ngokuba nditembela kuwe.
Phonononga Amaculo 16:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo