1
Amaculo 149:4
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba UYEHOVA ekoliswa ngabantu bake; uya kuhomba abalulamileyo ngosindiso.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 149:4
2
Amaculo 149:6
Imibongwa KATIXO ibe semlonyeni wabo, nesiṙele esintlangoti zimbini sibe sesandleni sabo
Phonononga Amaculo 149:6
3
Amaculo 149:1
DUMISANI UYEHOVA! — Vumani KUYEHOVA iculo elitsha; nodunyiswa lwake entlanganisweni yabangcwele.
Phonononga Amaculo 149:1
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo