1
Amaculo 142:5
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndalilela kuwe, YEHOVA! ndati: Nguwe indawo yam yokupepela, nesabelwa sam emhlabeni wabapilileyo.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 142:5
2
Amaculo 142:7
Ku̔pa umpefumlo wam entolongweni, ndize ndidumise igama lako: abalungileyo baya kundipahla, nxa uya kundivuza.
Phonononga Amaculo 142:7
3
Amaculo 142:3
Nxa umoya wam ubucubukile pakati kwam, wandula wayazi wena indlela yam. Endleleni endihamba ngayo, bandifihlele isibata.
Phonononga Amaculo 142:3
4
Amaculo 142:1
NDALILELA KUYEHOVA ngelizwi lam; ndataṙuzisa KUYEHOVA ngelizwi lam.
Phonononga Amaculo 142:1
5
Amaculo 142:6
Pulapula isikalo sam; ngokuba nditotyelwe pantsi kakulu: ndihlangule kwabanditshutshisayo; ngokuba bendigqitisile ngamandla.
Phonononga Amaculo 142:6
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo