1
Amaculo 119:105
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ilizwi lako lisisibane ngasezinyaweni zam, nesikanyiso ngasendleleni yam.
Thelekisa
Phonononga Amaculo 119:105
2
Amaculo 119:11
Ilizwi lako ndilibekele entliziyweni yam, ukuze ndingoni ngakuwe.
Phonononga Amaculo 119:11
3
Amaculo 119:9
Indodana iya kucokisa nganto nina indlela yayo? Ngokuyigcina njengokwelizwi lako.
Phonononga Amaculo 119:9
4
Amaculo 119:2
Hai itamsanqa lababamba izinqi̔nelo zake, abamfuna ngentliziyo yonke
Phonononga Amaculo 119:2
5
Amaculo 119:114
Nguwe indawo yam yokufihlela nekaka lam: ndiyatembela ezwini lako.
Phonononga Amaculo 119:114
6
Amaculo 119:34
Ndiqondise, ndandiya kubamba umteto wako, ndiwugcine ngentliziyo yonke.
Phonononga Amaculo 119:34
7
Amaculo 119:36
Tobela intliziyo yam ezinqi̔nelweni zako, kungabi kuyo inzuzo ekohlakeleyo.
Phonononga Amaculo 119:36
8
Amaculo 119:71
Kundilungele ukuba ndibe ndibandezelwa; ukuze ndifunde imimiso yako.
Phonononga Amaculo 119:71
9
Amaculo 119:50
Oku kulututuzelo lwam ebunzimeni bam: ngokuba ilizwi lako lindipilisile.
Phonononga Amaculo 119:50
10
Amaculo 119:35
Ndikokele endleleni yemiyalelo yako; ngokuba ndikolisiwe yiyo.
Phonononga Amaculo 119:35
11
Amaculo 119:33
Ndifundise indlela yemimiso yako, YEHOVA! ndandiya kuyibamba kude kube sekupeleni.
Phonononga Amaculo 119:33
12
Amaculo 119:28
Umpefumlo wam uyanyibilika ngosizi: ndomeleze njengokwelizwi lako.
Phonononga Amaculo 119:28
13
Amaculo 119:97
Hai ukutanda kwam umteto wako! kukucinga kwam wona imini yonke.
Phonononga Amaculo 119:97
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo