1
Imizekeliso 19:21
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kuko amaqinga amaninzi entliziyweni yomntu; kodwa icebo LIKAYEHOVA, lilo eliya kuma.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 19:21
2
Imizekeliso 19:17
Owenza ngofefe kolihlwempu, uyaboleka UYEHOVA; nokwenza kwake wokubuyekezela kuye.
Phonononga Imizekeliso 19:17
3
Imizekeliso 19:11
Ubutelekelelo bomntu buyalibazisa ingqumbo yake; bubungcwalisa bake ukuxolela isiposo.
Phonononga Imizekeliso 19:11
4
Imizekeliso 19:20
Yiva icebo, wamkele imfundiso, ukuze ulumke ekupeleni kwako.
Phonononga Imizekeliso 19:20
5
Imizekeliso 19:23
Ukwoyika UYEHOVA kubang’ ubomi; onako wohlala ekoliwe; akayi kuhlelwa bububi.
Phonononga Imizekeliso 19:23
6
Imizekeliso 19:8
Ozuzayo ingqiqo, uyatanda owake umpefumlo; ogcinayo ingqondo, wofumana okulungileyo.
Phonononga Imizekeliso 19:8
7
Imizekeliso 19:18
Yohlwaya unyana wako, nxa kuseko itemba; kodwa ungapakamiseli umpefumlo wako ukumbulala.
Phonononga Imizekeliso 19:18
8
Imizekeliso 19:9
Inqi̔na lobuxoki aliyi kuswela ityala; nopimisela ilwimi wotshabalala.
Phonononga Imizekeliso 19:9
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo