1
Imizekeliso 13:20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ohambayo nabalumkileyo wolumka naye: kodwa okolana nezidenge uya kuzuza ingozi.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 13:20
2
Imizekeliso 13:3
Olinda umlomo wake, uyagcina ubomi bake: owakamisa kakulu umlomo wake, woba nentshabalalo.
Phonononga Imizekeliso 13:3
3
Imizekeliso 13:24
Oyeka uswazi lwake, uyamtiya unyana wake: kodwa omtandayo, uyafuna ukululekwa kwake kamsinyane.
Phonononga Imizekeliso 13:24
4
Imizekeliso 13:12
Itemba elibanjezelweyo liyavisa intliziyo ubuhlungu; kodwa ingumti wobomi inkanuko efeziweyo.
Phonononga Imizekeliso 13:12
5
Imizekeliso 13:6
Ubulungisa buyamlondoloza ondlela ilungile: kodwa inkohlakalo iyameyelisela onesono.
Phonononga Imizekeliso 13:6
6
Imizekeliso 13:11
Imfuyo ezuziweyo ngokungendawo iya kuncitshiswa: kodwa obutayo ngesandla uya kwandisa.
Phonononga Imizekeliso 13:11
7
Imizekeliso 13:10
Nger̔atshi kuvuswa ingxolisano kupela; kodwa kuko ubulumko nabavumayo ukucetyiswa.
Phonononga Imizekeliso 13:10
8
Imizekeliso 13:22
Olungileyo uyashiyela abantwana babantwana ilifa; kodwa ubutyebi bomoni bubekelelwa olungisayo.
Phonononga Imizekeliso 13:22
9
Imizekeliso 13:1
UNYANA olumkileyo uyeva imfundiso kayise; kodwa umgxeki akeva intetiso.
Phonononga Imizekeliso 13:1
10
Imizekeliso 13:18
Owalayo imfundiso woba nobuhlwempu nehlazo; kodwa ogqalayo ukwohlwaywa uya kubekwa.
Phonononga Imizekeliso 13:18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo