1
Imizekeliso 10:22
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Itamsanqa LIKAYEHOVA, lilo elityebisayo; akongezi ubuhlungu kulo.
Thelekisa
Phonononga Imizekeliso 10:22
2
Imizekeliso 10:19
Ebuninzini bamazwi akusweleki isigqito; kodwa obamba umlomo wake ulumkile.
Phonononga Imizekeliso 10:19
3
Imizekeliso 10:12
Utiyo luyavusa amapike; kodwa utando luyagubungela izigqito zonke.
Phonononga Imizekeliso 10:12
4
Imizekeliso 10:4
Woda abe lihlwempu osebenzayo ngesandla esinqenayo; kodwa isandla sokuteleyo siyatyebisa.
Phonononga Imizekeliso 10:4
5
Imizekeliso 10:17
Usendleleni yobomi ogcina imfundiso; kodwa oshiyayo ukwohlwaywa uyaposisa.
Phonononga Imizekeliso 10:17
6
Imizekeliso 10:9
Ohambayo ngenene, uyahamba ngokugcineka; kodwa ozenza gwenxa indlela zake, uya kwaziwa.
Phonononga Imizekeliso 10:9
7
Imizekeliso 10:27
Ukwoyika UYEHOVA kuyandisa imihla: kodwa iminyaka yabakohlakeleyo iya kuncitshiswa.
Phonononga Imizekeliso 10:27
8
Imizekeliso 10:3
UYEHOVA akayi kuvumela umpefumlo wolungileyo ulambe; kodwa unqwenelo lwabakohlakeleyo wolutya̔la.
Phonononga Imizekeliso 10:3
9
Imizekeliso 10:25
Njengokugqita kwesaqwiti, kunjalo ukungabiko kwokohlakeleyo; kodwa olungileyo usisisekelo esingunapakade.
Phonononga Imizekeliso 10:25
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo