1
U‐Nehemiya 2:20
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ndaza ndabapendula, ndati kubo: UTIXO wezulu, nguye oya kusitamsanqelekisa; ngako tina, izicaka zake, siya kusuka sake: kodwa nina aninasabiwo, nagunya, nasikumbuzelo, e‐Yerusaleme.
Thelekisa
Phonononga U‐Nehemiya 2:20
2
U‐Nehemiya 2:17-18
Ndaza ndati kubo: Niyabona ilishwa esikulo tina, lokuba i‐Yerusaleme icitakele, nokuba amasango ayo atshisiwe ngomlilo; yizani, masake udonga lwe‐Yerusaleme, ukuze singabi sesisigxekwa. Ndaza ndabashumayeza isandla SOTIXO wam esibe silungile pezu kwam; kwa namazwi kakumkani abewatetile kum. Bati ke: Masisuke sake. Baza bazomelezela lomsebenzi olungileyo izandla zabo.
Phonononga U‐Nehemiya 2:17-18
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo