1
Ivangeli ka‐Maraki 2:17
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waza u‐Yesu evile nje wati kubo: Abomeleleyo abasweli gqir̔a; ngabafayo abalisweleyo. Andeza ukubiza abalungileyo, koko ndize ukubiza aboni baguquke.
Thelekisa
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 2:17
2
Ivangeli ka‐Maraki 2:5
Wabona ke u‐Yesu ukolo lwabo, wati konesifo sokushwabanisa: Nyanandini! uxolelwe izono zako.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 2:5
3
Ivangeli ka‐Maraki 2:27
Wabesiti kubo kanjalo: Isabata yenziwa ngenxa yabantu, akwenziwa abantu ngenxa yesabata.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 2:27
4
Ivangeli ka‐Maraki 2:4
Baza bati, bekohliwe kusondela kuye ngenxa yesihlwele, banqika isifulelo apo ebekona, bati bakuba bebegqobozile, bahlisa uku̔ko wabelele kulo onesifo sokushwabanisa.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 2:4
5
Ivangeli ka‐Maraki 2:10-11
kodwa ukuze nazi ukuba unyana wesintu onegunya emhlabeni ukuxolela izono, (wati konesifo sokushwabanisa:) nditi kuwe: Suka, upate uku̔ko lwako, uye endlwini yako.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 2:10-11
6
Ivangeli ka‐Maraki 2:9
okona kulula kukupina; ukuti konesifo sokushwabanisa: Uxolelwe izono zako; ukuti: Suka, upate uku̔ko lwako, uhambe; kusinina?
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 2:9
7
Ivangeli ka‐Maraki 2:12
Waselesuka ke, walupata uku̔ko, wapuma ebusweni babo bonke; bada bamangaliswa bonke, bamdumisa UTIXO, besiti: Asizanga sibone okunje.
Phonononga Ivangeli ka‐Maraki 2:12
Ekuqaleni
IBhayibhile
Izicwangciso
Iividiyo